2 Samuweli 24:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko ukumkani wathi kuYowabhi,+ umphathi-mkhosi owayekunye naye: “Yiya kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, ukususela kwaDan ukuya eBher-shebha,+ uze ubhalise abantu ukuze ndilazi inani labo.”
2 Ngoko ukumkani wathi kuYowabhi,+ umphathi-mkhosi owayekunye naye: “Yiya kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, ukususela kwaDan ukuya eBher-shebha,+ uze ubhalise abantu ukuze ndilazi inani labo.”