-
2 Samuweli 24:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Kodwa uYowabhi wathi kukumkani: “Kwanga uYehova uThixo wakho angabaphinda-phinda kayi-100 abantu, yaye kwanga inkosi yam ukumkani ingayibona loo nto. Kodwa kutheni inkosi yam ukumkani ifuna ukwenza into enjengale?”
-