2 Samuweli 24:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko uYowabhi wanika ukumkani inani labantu ababebhalisiwe. KuSirayeli yaba ngamadoda angamakroti ayi-800 000 axhobe ngamakrele, yaye kuYuda yaba ngamadoda ayi-500 000.+
9 Ngoko uYowabhi wanika ukumkani inani labantu ababebhalisiwe. KuSirayeli yaba ngamadoda angamakroti ayi-800 000 axhobe ngamakrele, yaye kuYuda yaba ngamadoda ayi-500 000.+