2 Samuweli 24:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+
14 Ngoko uDavide wathi kuGadi: “Le nto indihlupha kakhulu. Masiwele esandleni sikaYehova,+ kuba unenceba kakhulu,+ kodwa sukundiyeka ndiwele esandleni somntu.”+