2 Samuweli 24:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UYehova wathumela isifo esingubhubhani+ kwaSirayeli, ukususela ekuseni kwada kwalixesha elimisiweyo, yaye kwafa+ abantu abayi-70 000 ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.+
15 UYehova wathumela isifo esingubhubhani+ kwaSirayeli, ukususela ekuseni kwada kwalixesha elimisiweyo, yaye kwafa+ abantu abayi-70 000 ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha.+