1 Kumkani 1:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngelo xesha, uAdoniya+ unyana kaHagiti wayeziphakamisa, esithi: “Ndiza kuba ngukumkani!” Wafumana inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda ayi-50 ukuze abaleke phambi kwakhe.+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:5 IMboniselo,7/1/2005, iphe. 28-29
5 Ngelo xesha, uAdoniya+ unyana kaHagiti wayeziphakamisa, esithi: “Ndiza kuba ngukumkani!” Wafumana inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda ayi-50 ukuze abaleke phambi kwakhe.+