1 Kumkani 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ekugqibeleni uAdoniya wenza umbingelelo+ weegusha, iinkomo nezilwanyana ezityebileyo kufuphi nelitye laseZohelete, elikufuphi nase-En-rogele, wamema bonke abantakwabo oonyana bakakumkani, nawo onke amadoda akwaYuda angabakhonzi bakakumkani.
9 Ekugqibeleni uAdoniya wenza umbingelelo+ weegusha, iinkomo nezilwanyana ezityebileyo kufuphi nelitye laseZohelete, elikufuphi nase-En-rogele, wamema bonke abantakwabo oonyana bakakumkani, nawo onke amadoda akwaYuda angabakhonzi bakakumkani.