1 Kumkani 1:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ukumkani wathi kubo: “Hambani nezicaka zenkosi yenu, nikhwelise unyana wam uSolomon kwimeyile yam*+ nize nehle naye niye eGihon.+
33 Ukumkani wathi kubo: “Hambani nezicaka zenkosi yenu, nikhwelise unyana wam uSolomon kwimeyile yam*+ nize nehle naye niye eGihon.+