1 Kumkani 1:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Umbingeleli uTsadoki nomprofeti uNatan baza kumthambisela+ apho ukuze abe ngukumkani kaSirayeli; emva koko vuthelani uphondo nize nithi, ‘Phila ngonaphakade Kumkani uSolomon!’+
34 Umbingeleli uTsadoki nomprofeti uNatan baza kumthambisela+ apho ukuze abe ngukumkani kaSirayeli; emva koko vuthelani uphondo nize nithi, ‘Phila ngonaphakade Kumkani uSolomon!’+