1 Kumkani 1:40 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 40 Emva koko, walandelwa nguye wonke umntu, kudlalwa neefleyiti. Ndlela le abantu ababonwabe ngayo, kwada kwacandeka nomhlaba ngenxa yengxolo yabo.+
40 Emva koko, walandelwa nguye wonke umntu, kudlalwa neefleyiti. Ndlela le abantu ababonwabe ngayo, kwada kwacandeka nomhlaba ngenxa yengxolo yabo.+