1 Kumkani 1:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Wathi esathetha, kwafika uYonatan+ unyana wombingeleli uAbhiyatare. UAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elungileyo, umele ukuba uze neendaba ezimnandi.”
42 Wathi esathetha, kwafika uYonatan+ unyana wombingeleli uAbhiyatare. UAdoniya wathi: “Ngena, kuba uyindoda elungileyo, umele ukuba uze neendaba ezimnandi.”