-
1 Kumkani 1:48IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
48 wathi, ‘Makadunyiswe uYehova uThixo kaSirayeli, oye namhlanje wandinika umntu oza kuhlala etroneni yam, waza wandivumela ukuba ndiyibone ngawam amehlo loo nto!’”
-