1 Kumkani 1:52 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 52 USolomon wathi: “Ukuba uziphatha kakuhle, akukho nalunye unwele lwakhe oluza kuwela phantsi; kodwa ukuba wenze into embi+ uza kufa.”
52 USolomon wathi: “Ukuba uziphatha kakuhle, akukho nalunye unwele lwakhe oluza kuwela phantsi; kodwa ukuba wenze into embi+ uza kufa.”