1 Kumkani 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 “Kukho noShimeyi unyana kaGera umBhenjamin waseBhahurim. Wandiqalekisa kabuhlungu+ ngemini endaya ngayo eMahanayim;+ kodwa xa weza kundihlangabeza eYordan, ndafunga ngoYehova ndathi kuye: ‘Andizukukubulala ngekrele.’+
8 “Kukho noShimeyi unyana kaGera umBhenjamin waseBhahurim. Wandiqalekisa kabuhlungu+ ngemini endaya ngayo eMahanayim;+ kodwa xa weza kundihlangabeza eYordan, ndafunga ngoYehova ndathi kuye: ‘Andizukukubulala ngekrele.’+