1 Kumkani 2:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela uBhenaya+ unyana kaYehoyada, waza wamxabela uAdoniya wambulala.
25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela uBhenaya+ unyana kaYehoyada, waza wamxabela uAdoniya wambulala.