1 Kumkani 2:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Akuziva ezi ndaba uYowabhi wabalekela ententeni kaYehova+ waza wabambelela nkqi kwiimpondo zesibingelelo, kuba kaloku naye wamxhasa uAdoniya+ nangona engazange amxhase uAbhisalom.+
28 Akuziva ezi ndaba uYowabhi wabalekela ententeni kaYehova+ waza wabambelela nkqi kwiimpondo zesibingelelo, kuba kaloku naye wamxhasa uAdoniya+ nangona engazange amxhase uAbhisalom.+