-
1 Kumkani 2:30IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
30 Ngoko uBhenaya waya ententeni kaYehova, wathi kuye: “Ukumkani uthi, ‘Phuma apho!’” Kodwa wathi: “Andizukuphuma! Ndiza kufela apha.” UBhenaya wabuyela kukumkani, wathi kuye: “UYowabhi uthe kum xa ebendiphendula.”
-