-
1 Kumkani 2:38IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
38 UShimeyi wathi kukumkani: “Uthethe kakuhle. Isicaka sakho siza kwenza njengokuba usitsho nkosi yam kumkani.” Ngoko uShimeyi wahlala eYerusalem ixesha elide.
-