1 Kumkani 2:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Ngoko ukumkani wathi makabizwe waza wathi kuye: “Andizange ndikufungise na ngoYehova ndakulumkisa ndisithi: ‘Mhla waphuma apha waya nakweyiphi na enye indawo, uze wazi ukuba ungofileyo’? Awuzange na uthi kum, ‘Uthethe kakuhle; ndiza kuthobela’?+
42 Ngoko ukumkani wathi makabizwe waza wathi kuye: “Andizange ndikufungise na ngoYehova ndakulumkisa ndisithi: ‘Mhla waphuma apha waya nakweyiphi na enye indawo, uze wazi ukuba ungofileyo’? Awuzange na uthi kum, ‘Uthethe kakuhle; ndiza kuthobela’?+