1 Kumkani 2:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Ngoko ukumkani wathi kuShimeyi: “Uzazi kakuhle entliziyweni yakho zonke izinto ezimbi owazenzayo kuDavide utata,+ ibe uYehova uza kuzibuyisela phezu kwentloko yakho zonke izinto ezimbi owazenzayo.+
44 Ngoko ukumkani wathi kuShimeyi: “Uzazi kakuhle entliziyweni yakho zonke izinto ezimbi owazenzayo kuDavide utata,+ ibe uYehova uza kuzibuyisela phezu kwentloko yakho zonke izinto ezimbi owazenzayo.+