1 Kumkani 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 ndiza kuyenza le nto uyicelileyo.+ Ndiza kukunika intliziyo elumkileyo neqondayo,+ ukuze kungabikho mntu wakha wanjengawe noya kuze abe njengawe.+
12 ndiza kuyenza le nto uyicelileyo.+ Ndiza kukunika intliziyo elumkileyo neqondayo,+ ukuze kungabikho mntu wakha wanjengawe noya kuze abe njengawe.+