1 Kumkani 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 USolomon wayenamasekela ayi-12 awayejongene noSirayeli wonke, awayelungiselela ukumkani nendlu yakhe ukutya. Ngalinye lalinomsebenzi wokulungiselela ukutya inyanga enye ngonyaka.+
7 USolomon wayenamasekela ayi-12 awayejongene noSirayeli wonke, awayelungiselela ukumkani nendlu yakhe ukutya. Ngalinye lalinomsebenzi wokulungiselela ukutya inyanga enye ngonyaka.+