1 Kumkani 4:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UYuda noSirayeli bahlala ngoxolo, wonke umntu ephantsi komthi wakhe weediliya naphantsi komthi wakhe wamafiya,* ukusuka kwaDan ukuya eBher-shebha, yonke imihla kaSolomon. 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 4:25 IMboniselo,5/15/2003, iphe. 24
25 UYuda noSirayeli bahlala ngoxolo, wonke umntu ephantsi komthi wakhe weediliya naphantsi komthi wakhe wamafiya,* ukusuka kwaDan ukuya eBher-shebha, yonke imihla kaSolomon.