1 Kumkani 4:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wayelumke ngaphezu kwakhe nawuphi na omnye umntu, ngaphezu kukaEtan+ umEzera noHeman,+ uKalkoli+ noDarda, oonyana bakaMaholi; waduma kuzo zonke iintlanga ezimngqongileyo.+
31 Wayelumke ngaphezu kwakhe nawuphi na omnye umntu, ngaphezu kukaEtan+ umEzera noHeman,+ uKalkoli+ noDarda, oonyana bakaMaholi; waduma kuzo zonke iintlanga ezimngqongileyo.+