1 Kumkani 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngonyaka we-480 emva kokuba amaSirayeli ephumile* kwilizwe laseYiputa,+ kunyaka wesine uSolomon engukumkani kwaSirayeli, ngenyanga kaZivi*+ (oko kukuthi, inyanga yesibini), waqalisa ukwakha indlu kaYehova.*+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:1 Vukani!,5/2012, iphe. 17 “Sonke ISibhalo”, iphe. 47
6 Ngonyaka we-480 emva kokuba amaSirayeli ephumile* kwilizwe laseYiputa,+ kunyaka wesine uSolomon engukumkani kwaSirayeli, ngenyanga kaZivi*+ (oko kukuthi, inyanga yesibini), waqalisa ukwakha indlu kaYehova.*+