1 Kumkani 6:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Le ndlu yayakhiwe ngamatye ekwari awayesele exonxiwe,+ ukuze kungavakali zandi zahamile namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi kuyo xa isakhiwa.
7 Le ndlu yayakhiwe ngamatye ekwari awayesele exonxiwe,+ ukuze kungavakali zandi zahamile namazembe okanye naziphi na izixhobo zentsimbi kuyo xa isakhiwa.