1 Kumkani 6:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wakha iindonga zangaphakathi ngamaplanga omsedare. Wazaleka ngamaplanga, ukusuka phantsi ukuya kutsho kumaplanga esilingi, waza phantsi wafaka amaplanga ejunipha.+
15 Wakha iindonga zangaphakathi ngamaplanga omsedare. Wazaleka ngamaplanga, ukusuka phantsi ukuya kutsho kumaplanga esilingi, waza phantsi wafaka amaplanga ejunipha.+