1 Kumkani 6:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ezindongeni zonke zendlu macala onke, kumagumbi angaphakathi nangaphandle,* wazoba imifanekiso yeekherubhi,+ eyemithi yesundu+ neyeentyatyambo ezidubuleyo.+
29 Ezindongeni zonke zendlu macala onke, kumagumbi angaphakathi nangaphandle,* wazoba imifanekiso yeekherubhi,+ eyemithi yesundu+ neyeentyatyambo ezidubuleyo.+