1 Kumkani 7:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Wenza iintsika ezimbini ngekopolo,+ ukuphakama kwentsika nganye kuziikubhite eziyi-18, ibe kwakuthatha umtya wokumeta oziikubhite eziyi-12 ukujikeleza intsika nganye.+
15 Wenza iintsika ezimbini ngekopolo,+ ukuphakama kwentsika nganye kuziikubhite eziyi-18, ibe kwakuthatha umtya wokumeta oziikubhite eziyi-12 ukujikeleza intsika nganye.+