1 Kumkani 7:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kula macala aphakathi kwezixhaso kwakukho imifanekiso yeengonyama,+ iinkunzi zeenkomo neekherubhi,+ yaye kwakunjalo naphezu kwezi zixhaso. Ngasentla nangezantsi kweengonyama neenkunzi zeenkomo kwakukho izidanga ezijingayo.
29 Kula macala aphakathi kwezixhaso kwakukho imifanekiso yeengonyama,+ iinkunzi zeenkomo neekherubhi,+ yaye kwakunjalo naphezu kwezi zixhaso. Ngasentla nangezantsi kweengonyama neenkunzi zeenkomo kwakukho izidanga ezijingayo.