1 Kumkani 8:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Onke amadoda akwaSirayeli adibana phambi koKumkani uSolomon ngexesha letheko,* ngenyanga kaEtanim,* oko kukuthi, inyanga yesixhenxe.+
2 Onke amadoda akwaSirayeli adibana phambi koKumkani uSolomon ngexesha letheko,* ngenyanga kaEtanim,* oko kukuthi, inyanga yesixhenxe.+