1 Kumkani 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 wathi: “Owu Yehova Thixo kaSirayeli, akukho Thixo unjengawe+ emazulwini okanye emhlabeni, obambelela kwisivumelwano nobathanda ngokungagungqiyo+ abakhonzi bakhe abahamba phambi kwakhe ngentliziyo yabo yonke.+
23 wathi: “Owu Yehova Thixo kaSirayeli, akukho Thixo unjengawe+ emazulwini okanye emhlabeni, obambelela kwisivumelwano nobathanda ngokungagungqiyo+ abakhonzi bakhe abahamba phambi kwakhe ngentliziyo yabo yonke.+