25 Ngoku ke Yehova Thixo kaSirayeli, sigcine isithembiso owasenza kumkhonzi wakho uDavide utata, xa wathi: ‘Kuza kuhlala kukho indoda ephuma kumnombo wakho, ehleli etroneni kaSirayeli, kuphela ukuba oonyana bakho bayayijonga indlela abahamba ngayo phambi kwam, kanye njengokuba wena uye wenza.’+