1 Kumkani 8:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 kwanga ungasiva usemazulwini, ungenelele uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokumbeka ityala umenzi-bubi, umgwebe ngento ayenzileyo, nangokumvakalisa engenatyala* olilungisa, uze umvuze ngobulungisa bakhe.+
32 kwanga ungasiva usemazulwini, ungenelele uze ubagwebe abakhonzi bakho ngokumbeka ityala umenzi-bubi, umgwebe ngento ayenzileyo, nangokumvakalisa engenatyala* olilungisa, uze umvuze ngobulungisa bakhe.+