1 Kumkani 8:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 “Xa amazulu evaliwe kuze kungabikho mvula+ ngenxa yokuba beye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze bejonge kwicala ekulo le ndawo, bezukisa igama lakho, baze basiyeke isono sabo kuba uye wabathoba,*+
35 “Xa amazulu evaliwe kuze kungabikho mvula+ ngenxa yokuba beye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze bejonge kwicala ekulo le ndawo, bezukisa igama lakho, baze basiyeke isono sabo kuba uye wabathoba,*+