1 Kumkani 8:54 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 54 Wathi uSolomon akugqiba ukuthandaza kuYehova ecela inceba, waphakama phambi kwesibingelelo sikaYehova, apho wayeguqe khona, izandla zakhe eziphakamisele emazulwini.+
54 Wathi uSolomon akugqiba ukuthandaza kuYehova ecela inceba, waphakama phambi kwesibingelelo sikaYehova, apho wayeguqe khona, izandla zakhe eziphakamisele emazulwini.+