-
1 Kumkani 8:64IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
64 Ngaloo mini ukumkani kwafuneka alenze ngcwele ibala elisesiphakathini seyadi, phambi kwendlu kaYehova, kuba wayeza kuwenzela apho umbingelelo otshiswayo, umnikelo wokutya namanqatha emibingelelo yobuhlobo, kuba isibingelelo sekopolo+ esiphambi koYehova sasisincinci kakhulu ukuba singawonela umbingelelo otshiswayo, umnikelo wokutya namanqatha+ ombingelelo wobuhlobo.
-