1 Kumkani 9:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 inzala yabo eyayishiyeke elizweni, leyo ingazange itshatyalaliswe ngamaSirayeli, yabhaliswa nguSolomon ukuba isebenze ngokunyanzelwa, ibe ngamakhoboka de kube namhlanje.+
21 inzala yabo eyayishiyeke elizweni, leyo ingazange itshatyalaliswe ngamaSirayeli, yabhaliswa nguSolomon ukuba isebenze ngokunyanzelwa, ibe ngamakhoboka de kube namhlanje.+