1 Kumkani 9:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa akukho namnye kumaSirayeli owenziwa ikhoboka nguSolomon,+ kuba ayengamagorha akhe, abasebenzi, iinkosana, abaphathi-mkhosi neentloko zabaqhubi beenqwelo nezabakhweli-mahashe bakhe.
22 Kodwa akukho namnye kumaSirayeli owenziwa ikhoboka nguSolomon,+ kuba ayengamagorha akhe, abasebenzi, iinkosana, abaphathi-mkhosi neentloko zabaqhubi beenqwelo nezabakhweli-mahashe bakhe.