1 Kumkani 9:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UHiram wathumela izicaka zakhe ngeenqanawa,+ iingcali zolwandle, ukuze ziyokusebenza nezicaka zikaSolomon.
27 UHiram wathumela izicaka zakhe ngeenqanawa,+ iingcali zolwandle, ukuze ziyokusebenza nezicaka zikaSolomon.