1 Kumkani 10:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Emva koko ukumkanikazi waseShebha wanika ukumkani iitalente* zegolide eziyi-120, ioli yebhalsam eninzi+ namatye axabisekileyo.+ Akuzange kuphinde kuziswe oli ininzi njengaleyo yanikwa uKumkani uSolomon. 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:10 IMboniselo,11/1/2008, iphe. 22
10 Emva koko ukumkanikazi waseShebha wanika ukumkani iitalente* zegolide eziyi-120, ioli yebhalsam eninzi+ namatye axabisekileyo.+ Akuzange kuphinde kuziswe oli ininzi njengaleyo yanikwa uKumkani uSolomon.