1 Kumkani 10:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 namakhaka amancinci egolide exutyiweyo ayi-300 (iziimina* ezintathu zegolide kwikhaka ngalinye). Emva koko ukumkani wawabeka kwiNdlu Yehlathi LaseLebhanon.+
17 namakhaka amancinci egolide exutyiweyo ayi-300 (iziimina* ezintathu zegolide kwikhaka ngalinye). Emva koko ukumkani wawabeka kwiNdlu Yehlathi LaseLebhanon.+