1 Kumkani 10:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ukumkani wayenza yaxhaphaka okwamatye isilivere eYerusalem, wenza namaplanga omsedare aba maninzi njengemithi yesikamore eseShefela.+
27 Ukumkani wayenza yaxhaphaka okwamatye isilivere eYerusalem, wenza namaplanga omsedare aba maninzi njengemithi yesikamore eseShefela.+