1 Kumkani 11:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Babesuka kwiintlanga awayethe uYehova ngazo kumaSirayeli: “Ningayi kuzo, nazo zingezi kuni,* kuba ziza kuzilahlekisa iintliziyo zenu nize nilandele oothixo bazo.”+ Kodwa uSolomon wathi nca kuzo, wazithanda.
2 Babesuka kwiintlanga awayethe uYehova ngazo kumaSirayeli: “Ningayi kuzo, nazo zingezi kuni,* kuba ziza kuzilahlekisa iintliziyo zenu nize nilandele oothixo bazo.”+ Kodwa uSolomon wathi nca kuzo, wazithanda.