1 Kumkani 11:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Xa uDavide woyisa iEdom,+ uYowabhi intloko yomkhosi wenyuka waya kungcwaba abo babebulewe, waza wazama ukuxabela yonke into eyindoda kwaEdom.
15 Xa uDavide woyisa iEdom,+ uYowabhi intloko yomkhosi wenyuka waya kungcwaba abo babebulewe, waza wazama ukuxabela yonke into eyindoda kwaEdom.