1 Kumkani 11:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Waqokelela amadoda waza wayinkokheli yamajoni angabaphangi, ngexesha uDavide awoyisa* ngalo umkhosi waseTsobha.+ Ngoko baya eDamasko+ baza bahlala apho balawula.
24 Waqokelela amadoda waza wayinkokheli yamajoni angabaphangi, ngexesha uDavide awoyisa* ngalo umkhosi waseTsobha.+ Ngoko baya eDamasko+ baza bahlala apho balawula.