1 Kumkani 11:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kwakukho uYerobhoham+ unyana kaNebhati, umEfrayim waseTsereda, isicaka sikaSolomon,+ yaye igama likamama wakhe yayinguTseruwa, umfazi ongumhlolokazi. Naye wamjikela* ukumkani.+
26 Kwakukho uYerobhoham+ unyana kaNebhati, umEfrayim waseTsereda, isicaka sikaSolomon,+ yaye igama likamama wakhe yayinguTseruwa, umfazi ongumhlolokazi. Naye wamjikela* ukumkani.+