1 Kumkani 11:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 UYerobhoham lo wayeyindoda emadodeni. Xa uSolomon wabona ukuba lo mfana wayekhuthele, wamenza waphatha+ bonke abo babesetyenziswa ngenkani endlini kaYosefu.
28 UYerobhoham lo wayeyindoda emadodeni. Xa uSolomon wabona ukuba lo mfana wayekhuthele, wamenza waphatha+ bonke abo babesetyenziswa ngenkani endlini kaYosefu.