1 Kumkani 11:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa andizukubuthatha bonke ubukumkani kuye, kuba ndiza kumgcina eyinkosi yonke imihla yobomi bakhe, ngenxa kaDavide umkhonzi wam endamnyulayo,+ kuba wayithobela imiyalelo nemithetho yam.
34 Kodwa andizukubuthatha bonke ubukumkani kuye, kuba ndiza kumgcina eyinkosi yonke imihla yobomi bakhe, ngenxa kaDavide umkhonzi wam endamnyulayo,+ kuba wayithobela imiyalelo nemithetho yam.