1 Kumkani 12:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Utata wakho wayenza nzima idyokhwe yethu.+ Kodwa ukuba wena uwenza lula umsebenzi onzima esawunikwa ngutata wakho uze uyenze khaphukhaphu idyokhwe enzima* awayibeka phezu kwethu, siza kukusebenzela.”
4 “Utata wakho wayenza nzima idyokhwe yethu.+ Kodwa ukuba wena uwenza lula umsebenzi onzima esawunikwa ngutata wakho uze uyenze khaphukhaphu idyokhwe enzima* awayibeka phezu kwethu, siza kukusebenzela.”